26/06/2025
Kulahleke inkwenkwana eneminyaka eyi 15 ubudala ngethuba igqityelwe iyokwenza umsebenzi wesikolo.
Molweni bahlali ndicela ukhangeliswa uBuhle Zokufa olahlekileyo ebemke ksasa Saturday ebheka kwinto yeskolo akabuyanga. He's only 15 years old. uhlala eKapa Ilitha Park. He was last seen eTR Nabani na onganolwazi sicela afowne kule number 084 489 0537/073 280 1113
Ingxelo Ingxaki zokuhlala