29/02/2024
Lentokazi esesithombeni iyona okwakuyintombi kabhuti le eyamcathisa nge acid yajike yamshisa nge acid engakaze ayone ngalutho .lentokazi nanamuhla akasazi isizathu.walivula icala yadedelwa kwathiwa liphelile icala😔
Kumele sibasabe abantu besifazana makunje🤞
21/02/2024
FIND PARTNER
Yazi sometimes i think the best way is to get yourself partner ezaku respect noba awukho stay way from someone oku respect nge presence yakho umntu okuhlonipha xa khona but ngabikho akuzaku hlonipha get yourself partner azoku respect noba kukho umntu ozo ownerisha agreement yenu noba akukho noba sekunjani but akhumbule agreement yenu athi besivumelene no baby ba andizo cheat let me not i think is wise to get that kind of guy.....
21/02/2024
BE careful HOW YOU TREATING PEOPLE
Just life lesson guys gade indlela ba treat ngayo bantu ngelixesha senamndla yabona ngelixesha sekwi power be careful how you treat people mna personal ndafunda life indlela bona ngayo enyi ndoda betha mfazi wayo but lomfana wasweleka tshayiswa moto hlala phantsi wheelchair kodwa ke lo life walomfana saphila ngaxelela indlela be abuse ngayo mfazi wakhe coz ke indoda nendoda ne authority kwayo ndayifunda lonto ndabona ndlela lomfana abuse ngayo lomfazi wakhe futhi lomfana wayene authority kwakhe but ngayi qondi bakanayo authority yokusa sandla mfazini wakhe i don't know noba wayeyazi na but andikho lapho kodwa into ngaxelela yona one lomfana nge days zakhe waye abuse mfazi wakhe mfazi wakhe wayengena phuma hospital ngenxayi yalendoda ndawufunda life walomfana yabona kunento ndaqaphelayo power hamba ihambe phele yalomfana power zange pheliswe mali yaphela kuba asuke wafumana accident yemoto ngoba uthe xa bemxelela Dr kazophinda hambe wangona eyekayo mbetha mfazi wakhe wayeka abuse mfazi ngoba ase ahlale Wheelchair abuse phof authority yakhe lomntu be abuse kwadingeka ngoku emnesile ehoyile lomntu bemhlukumeza kwafuneka ngk enguye ohoye lomfana lento sithi be veery very carefully how you treat people xa useko kwi power hamba ihambe phele la sisi benazo chances zoba aphume kanje amshiye lamfana but ngenxeni yalo sisi unentliziyo wamhoya myeni wakhe ehlala wheelchair njalo wade lamfana wasweleka menzela yonke into emhlamba myeni wakhe wade wadlula mhlabeni yangalala ngoxolo kwesisi story singa funda ntoni lumka indlala ophatha ngayo bantu xa useko kwi power azohlala kunje oko ixesha lakho lihamba lihambe liphele tuu andi into zoshiyeka pain wayenza bantwini ngokuya wawusaphila zama kwenza kakuhle bantwini power yakho suyi abuse noba semsebenzini noba ukwi relationship sukuyi abuse power yakho noba semtshatweni susa sandla emntwini wesifazane ngoba ngenye mini le power nayo zophela
29/11/2023
http://tarquesta.com
Pls guys ndanicela nindi follower Instagram please
tarquesta.com
18/11/2023
Send a message to learn more
16/11/2023
7x Mr Olympia
Arnold Schwarzenegger Transformation 💪
—
16/11/2023
legend ngokwayo
Don't ignore the basics. Arnold Schwarzenegger doing declined pushups.
14/07/2023
, This should become reality ❤️❤️