26/05/2023
๐ฏ๏ธ
Taking you on a spiritual journey while connecting you with your ancestors
26/05/2023
๐ฏ๏ธ
25/05/2023
Bhalisa kwi inbox ๐
24/05/2023
๐ฏ๏ธMakukhanye
23/05/2023
Akwande ๐
22/05/2023
Ungahlali ungenayo ke isepha xa umane uvuka usiya kwaMlungu ๐
Chosi malikhanye iLanga elihle phezu kwempilo zenu.
Kuyafuneka mntan'thongo ukhe uvuthulule uthathise apha wawushiye khona ukhe uye enkonzweni ๐
Izithunywa zakowenu zikulindile ngaphambili.
Vukani Vukani Vukani......!!!
Sizolawula mathongo ๐
Andinilibelanga kwi Inbox ndenza nganye nganye..
๐Amen
Asibenzanga nto basizondela impumelelo yemizamo yethu ๐
Amen bantwana bethongo ๐
Ndithi mandixolise kakhulu kwaba ngeka fumani iindaba zabo kwi inbox kukhona nje okusandi Bambi leyo.
๐
Face to face consultations โโ
1๏ธโฃ YiR250 yeConsultation + R2 yokukhanyisa.
2๏ธโฃ Appointment yenziwa via inbox.
3๏ธโฃ Deposit yeR100 confirms your booking.
4๏ธโฃ Ngosuku lwakho lokuza uphatha R150 kunye ne R2.
โ ๏ธ Face to face consultations zenziwa ngemigqibelo kuphela โ ๏ธ
Ezinye imeko esizifumana siphantsi kwazo ayontando kaThixo ngumona kubantu esihleka nabo๐ค๐ป