19/12/2022
Molweni! Siza nendaba ezingekho mnandi as singazukwazi ukwenza I-Christmas fun run kulonyaka.
Izinto zango December zivele zadibana nalemini saqonda uba asizuzifeza zonke.
Siyabuya ngo 2023 bakhaya.
26/07/2022
Wow! Seyingunyaka since saqala uthetha nge Christmas run yethu.
Ithrow back(anyana) bakhaya xasizoqala udibanisa intloko silungiselele irun yethu yango December.
Uba une ideas zoba singenza ngcono njani kuna last year, please inbox or send us a whatsapp message.
Nantso iposter yethu yokuqala ngqa, sazama bantase 😅