19/11/2024
V-tach & V-rings
V-tach & V-rings netball team���
19/11/2024
14/11/2024
Emini beauty✔️❤️
08/11/2024
👌 11 November ungaphoswa
27/10/2024
ungaphoswa
04/09/2024
it's about that time👌
02/09/2024
Sinezinzipho kunye nekhosi yeMakeup Special ngeR1000 kuphela nge4days
Sinikezela
Indawo yokuhlala yasimahla
Isatifikethi esiVunyiweyo sasimahla
Isidanga sasimahla
Emva kokugqiba ukuya sikunika uluhlu lwezixhobo oza kuzithengela iSalon yakho yobuhle emva kokuba uqalise ukuzisebenzela.
Uqeqesho lubanjelwe kwidolophu yaseMthatha iElliot street kwiTrue love salon Opposite Quality plumbers please share the post de abo basweleyo beze ngaphambili🤝👌
1.Yazi nje ngaphandle kweskill awuyonto.
2.Akukho zithintelo zobudala.
3.Bobabini amadoda kunye nabasetyhini bavuma ukujoyina.
4.nokuba ungaphandle kwempuma koloni uzive ukhululekile ukujoyina.
Whatsapp 083 520 1841 .
Closing date 05 Sep 2024
Starting date 04-September 2024
25/08/2024
🔥🔥🔥🔥🔥🔥
N**i specials zeNail Training
*Ufumana izixhobo zakho zokuzisebenzela free.
*Ufumana Certificate esinokuqashisa or uzivulele ngaso eyakho Salon
*Graduation uyayenzelwa free
*Ndawo yohlala iFree
Ujoin ngokuba ubhatale imali ngedate ozojoin ngayo njengoba iveki neveki kuqhutywa Trainings zahlukile prices uqaphelisise ngokwedates zazo.Trainings zithatha 1-Week xa ufuna join call/Whatsapp 083 520 1841 .
Training iseMthatha Town Elliot street True love Salon opposite Quality plumbers.Uyakwazi noAttend Online xa ungazukwazi ukuza unikwe Zonke izixhobo zokufunda after uzibuyise ngobunjalo bazo unikwe ezakho ezintsha.
Share kuzoncedakala nabanye
25/08/2024
🔥🔥🔥

12/08/2024
🔥🔥🔥🔥🔥
Click here to claim your Sponsored Listing.
Location
Category
Contact the business
Website
Address
Qokolweni
Umtata
5099