Celtics Netball Academy

Celtics Netball Academy

Share

Celtics Netball Academy
was established long time ago. It is based in Cape Town Strand,Coached by Sayda

19/06/2026

uDeleter comment yakhe esisibhanxa then wandibloceker.Ncediler cz bendizom blocker qhaa benisamnika attention le ebeyifuna.

19/06/2026

To all team around Cape Town please mention your teams under this post so that abantu bazobona the teams ezikwi area zabo nishiye ne contacts zenu.I will mention few teams endizaziyo then nizozijonga apha for page zazo.Otherwise for now Celtics isathatha players around Strand only.If your team is not here please bhala kwi comment section.Ndiyazilibala ke ezinye teams,ezinye Andizazi uba zezaphi.
1.Flash Girls Mfuleni
2.Thembelihle Mfuleni
3.Sunrise Delft
4.Sundonws Delft
5.Dream chasers Khayelitsha
6.Simunye Khayelitsha
7.Peacemakers Dunoon
8.Seven X Philliph
9.Braves Philliph
10.Red Tigers Nyanga/Langa

19/06/2026

Ndithetha ngabantu abanje ngo Ma'klikli Monco ke waisting her energy commenting negative.Unnecessary comment sana umntu ka thixo.Why engadluli nasana?.Bcz who said ezinye players zimdaka nasana.Funeka sihambe sizi explainer m # # .The hate sana kodwa umntu usalandela our page mxxm🤔

18/06/2026

Good nightin🥹❤️

18/06/2026

Makheee ndiye kubooo,ndiyayonqena gym ezintsuku.Nangomso ndiyonqena😭😭

18/06/2026

Aw Magaba ude akhulile Jezy❤️🤣🤣🤣🤣

18/06/2026

Bethuna before ufune joiner team.Qale jonge our profile please.We are located at Cape Town Strand.Imagine umntu ose Durban JHB EL nezinye ndawo ofuna joiner team😭.It’s not even easy to take players around Cape Town because bakude akubi easy uba beze gymin.Umntu xa esithi use Mfuleni or Delft nezinye ndawo ke ndiye ndim recommender ngalo team ndiyaziyo kwezondawo.Sanufuna team zakude zikhona team ezindaweni zenu.Hope niyeva,anditsho kakubi bethuna o know you love our team.

Thank you🥹❤️

Photos from Celtics Netball Academy's post 18/06/2026

Lo July uBusy kakool both teams always present kwi tournament zethu so kumnyama kumhlophe kunetha kubanda.Kumele siyile kuzo sithanda singathi🥹❤️

Photos from Celtics Netball Academy's post 18/06/2026

This was before the game🥹❤️

18/06/2026

🥹❤️

Want your business to be the top-listed Gym/sports Facility in Strand?

Click here to claim your Sponsored Listing.

Location

Telephone

Address


Ziwane Street
Strand
7140